Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Ntando
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Ntandokayise Bangani
Songwriter
Bongani Mahlaole
Songwriter
Lyrics
[Verse 1]
UNono ngowam
'Bulel'inkxaso yenu mama notata wam, abazali bam
Mama, uNono ngowam
'Bulel'inkxaso yenu mama notata wam, abazali bam
[Verse 2]
Hhaa masambe Nono siyolala siyolal'embhedeni

[Verse 3]
Ndinombono
Ndinombono
Kuzawuphel'ixesha mna nawe sithandana
(Siyolala siyolal'embhedeni)
Ngamany'amagama ndithi zofa s'lahlane
Soze sihlukane
Uthando lwethu ntombi luqine njengesamente
(Siyolala siyolal'embhedeni)
Kuyalunga ngalendaba yenkomo
Omalume bami baza nazo
(Siyolala siyolal'embhedeni)
Kuyalunga ngalendaba yelobolo
Bobekwini bam bebafuni nkomo
(Siyolala siyolal'embhedeni)
Uhh masambe Nono
[Verse 4]
Iyo hha masambe Nono siyolala siyolal'embhedeni

[Verse 5]
Ndinombono
Ndinombono
Kuzawuphel'ixesha mna nawe sithandana
Ngamnye amagama ndithi zofa s'lahlane soze sihlukane
Uthando lwethu ntombi luqine njengesamente
[Verse 6]
Iyoo ha masambe nono siyolala siyolal'ebhedeni

Ndinombona bono phel'ixesha mna nawe s'thandana
Ngamanye amagama ndithi sofa s'lahlane
Uthando lwethu ntombi luqine njengesamente
Written by: Bongani Mahlaole, Ntandokayise Bangani