Top Songs By Vusi Nova
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Vusi Nova
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Bongani Mahlaole
Songwriter
VUSUMZI NONGXA
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Bongani Mahlaole
Producer
Robin Walsh
Additional Engineer
Lyrics
[Intro]
Mama Makeba
Mama Busi Mhlongo
Nana Coyote
[Verse 1]
Ray Phiri
Lucky Dube
Kumkanikazi Brenda Fassie
[Verse 2]
Ingathath'ingoma yonke
Xa ndinibiza nonke
Ndithi camagu kuni ngegalelo
[Chorus]
As'phelelanga
As'phelelanga
Kushot'uSfiso as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Hugh Masekela as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Kushot'uMandoza as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Robbie Malinga as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Verse 3]
Bavuseni madoda baphakame bavavwe
Baziseni kaloku sibaxhawule
Nibombhes'ingubo
Nibaxway'umthika
Nibanik'itshoba
[Verse 4]
Bombhelelen'ingoma
Ningabadlel'indlala
Ibingamanxil'engoma
[Verse 5]
Omathand'uncuthu lweengoma okwelunga lwegwaba
Iimvumi ebezintyiloza zindyondya
Kutsho kutshilwe, kutshotshwe, kungqungqwe, kungqushelwe intab'egqirha
Neyeguklazana
Oh
[Verse 6]
Kufa okunjani na oku na madoda
Zahamb'iinjojeli nenjojelikazi zingayolelanga
Yawa inamlele
Satsho is'thonga
Wamangala umntu wee nkamalala
Ah
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Kushot'uSfiso as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Hugh Masekela as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Kushot'uMandoza as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hay as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Robbie Malinga as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Kushot'uSfiso as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Hugh Masekela as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Kushot'uMandoza as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Robbie Malinga as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Kushot'uSfiso as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Hugh Masekela as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Chorus]
Hayi as'phelelanga
Kushot'uMandoza as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
[Outro]
Hayi as'phelelanga
Robbie Malinga as'phelelanga
Hayi, hayi as'phelelanga
Hayi as'phelelanga
Written by: Bongani Mahlaole, VUSUMZI NONGXA