Lyrics
[Intro]
Suka
Uyandisitha, bhekela
Hey man, dlula, awuboni
Uyandiphazamisa? Yho
Sisimadzadza lo mntana, yho
[Verse 1]
Yima bhuti
Andifun' uhlala nawe mna
(Ndicel' ukhlala ndendwa) Ndifun' ukhlala nawe
(Yima bhuti) Andikhathali
(Andifuni wena) Shh
[Verse 2]
Mamela
Intliziyo yakho neyam
Zibetha kanye, thembisa
Kuyohlala kunjalo
Ngoba, hey ndiyakuthembisa
[Verse 3]
(Ngekhe) Angekhe ndakulibala
Nanini na
Uyakhlal' uhlel' engqondweni yam
Uyinto yonke kum, nakum (Nakum)
[Verse 4]
Ngekhe, ngekhe ndakulibala
Nanini na
Uyakuhlal' uhlel' engqondweni yam
Uyinto yonke kum (Nakum, nakum)
[Verse 5]
Ngiyakufela, ey, ngiyakuthanda
Amaqhinga aphelile, ndiyazifela
Sondela, sthandwa
Usisimadzadza lo mntana, lo
[Verse 6]
Yiza bhuti
Ndifun' ukuhlala nawe mna
(Ndicel' igama lakho) Ngu Lekese
Bhut' Lekese
Ndifuna wena
[Verse 7]
Ngekhe, ngekhe ndakulibala
Nanini na
Uyakhlal' uhlel' engqondweni yam
Uyinto yonke kum (Nakum, nakum)
[Verse 8]
Ngekhe, ngekhe ndakulibala
Nanini na
Uyakuhlal' uhlel' engqondweni yam
(Uyinto yonke kum, nakum, nakum)
[Verse 9]
(Thile, thile) Thana, nana
(Nana, nana) Thile, thile
(Thile, thile) Thana, nana
(Nana, nana) Thile, thile
[Verse 10]
(Thile, thile) Thana, nana
(Nana, nana) Thile, thile
Thile, thile
Nana, nana
[Verse 11]
(Ngekhe) Angekhe ndakulibala
Nanini na
Uyakuhlal' uhlel' (Engqondweni yam)
(Uyinto yonke kum, nakum, nakum)
[Verse 12]
(Ngekhe) Angekhe ndakulibala
Nanini na
Uyakuhlal' uhlel' engqondweni yam
(Uyinto yonke kum, nakum, nakum)
[Verse 13]
Thana, nana
Ah, yoh
Thana, nana
Woo-woo, woo
[Verse 14]
Thana, nana
Ah, yoh
Thana, nana
Whoa-oh-oh-oh-oh-oh
[Verse 15]
(Whoa, woza dali) Woza dali
(Whoa-oh-oh-oh, woza sweetie)
(Whoa, woza sweetie) Woza sweetie
(Whoa-oh-oh-oh, woza dali)
[Verse 16]
(Whoa, woza dali) Woza dali
(Whoa-oh-oh-oh, woza sweetie) Angekhe, angekhe
(Whoa, woza sweetie)
Angekhe ndakulibala
(Whoa-oh-oh-oh, woza dali)
[Outro]
Aw mtasekhaya, ndingakulibala kanjani
Phez' kwayo yonk' into ondenzele yona
Awu, kuzozonk' izinto ondibonise zona
Angekhe ndikulibale, yoh
Yint' engekhe yenzeke leyo
Kum, nakum, kanti nakum futhi angekhe
Angekhe
Written by: Ringo Madlingozi