Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Ntando
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Gama Mathonsi
Songwriter
Ntandokayise Bangani
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Gama Mathonsi
Producer
Lyrics
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe
Nd’zakubamb’egxeni mihla yonke yokuphila kwami
Ndizokukhuthaza nob’izinto sezibhek’ecaleni
Umlingani ngowani na xayengasoz' akupholis’amanxeba, mhmm
Ntombi ndiyabulela zang’indishiy enyanyeni, eh-eh
Ndiyakuthembisa ntomb’entle (Ntombentle)
Ndizabalidwala lakho kude kuvalwe (Ndyakuthembisa ntomb’entle)
Ndiyakuthembisa ntombe’entle
Ndizabalidwala lakho kunaphakade (Umamiya)
Ndizakubabonisa mamiya
Ngob’abaninzi bathi ndidlala ngawe (Bacing'kuba ndiyadlala)
Ndizakubabonisa mamiya
Ngob’abaninzi bandithatha
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Nguwe)
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Baby nguwe)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (Ndi'znikela kuwe mamiya)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (Mpilo yam yonke)
Khawubamb’isandla sam ubayeke abanezothe
Ngoba, ndithembele kuwe ntombazane ngakho konke
Ndingenza nantoni ndingavuma ngoku ngako konke
Soze ndikuyeke mama, soze ndikuyeke mama nangoku
Ndiyakuthembisa ntomb’entle (Eh ntombentle hayi)
Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe (Oh ah kuvalwe)
Ndiyakuthembisa ntombe’entle (Hlalu ngowam')
Ndizabalidwala lakho kunaphakade (Mamiya)
Ndzakubabonisa mamiya (Abandithembi)
Ngob’abaninzi bathi ndidlala ngawe ngawe (Bath ndidlala ngawe)
Ndizakubabonisa mamiya (Eh mamiya)
Ngob’abaninzi bathi (Abandithembi iyoh)
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Oh dali nguwe)
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Noba ndenzenjani yoh abandithembi)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (Nguwe mamiya)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (Ngu you ngu you ngu you you ey)
Wena uthande mna (Sthandwa sami uyintombi yami, ulubambo lwami)
Usisthandwa sami (Ulubambo lwami)
Ulubambo lwamioh, oh-oh-oh
Mna ya (Sthandwa sami uyintombi yami)
Ndinikela lomoya nenhliziyo (Ntombi yami bambo lwami)
Ulubambo lwami (Ulubambo lwami)
Usisthandwa sami
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Good for you, yeah, yeah)
Ndiyababona bonke kodwa dali nguwe (Nguwe, ndithanda wena ntombi yami oh)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (Oh mandithanda uze ndivulisango)
I wonder yintoni na le endenza ndicule nguwe (You, you, you, you, you)
Ndiyazi ntombazane ndiphambene nguwe (Nguwe, dali nguwe)
Ndiyazi ntombazane ndiphambene nguwe (Nguwe, baby nguwe)
Oh ndiyazi ntombazane ndiphambene nguwe (Nguwe, dali nguwe)
Ndiyazi ntombazane ndibambile nguwe (Nguwe, baby nguwe)
Written by: Gama Mathonsi, Ntandokayise Bangani