Music Video

Bongeziwe Mabandla - Zange (Mose Remix)
Watch Bongeziwe Mabandla - Zange (Mose Remix) on YouTube

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
Performer
Mose
Mose
Remixer
COMPOSITION & LYRICS
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
Composer
Tiago Correia Paulo
Tiago Correia Paulo
Composer

Lyrics

Ekuqaleni
Kwakunzima ukuk'xelela
Kodwa emva kwexesha
Ndaqonda mandizincame
Waynigciba yonke
Intliziyo yami
Xawundixelela
Ukuba nawe uyandithanda
Zange, zange
Zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny'umuntu
Ukusukela ngoko
Zange, zange
Zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny'umuntu
Ukusukela ngoko
'Hlale ndiyicinga
'Hlale ndiyicinga
'Hlale ndiyicinga
'Hlale ndiyicinga
'Hlale ndiyicinga
Phambi ko'bufike
Ndandingayaz'ukuba ndothini
Ngoba ndandinesidingo
Isidingo sothando
Ndanyangwa nguwe
Mna ndade ndaphila
Ngo'ndibonisa
Ukuba nyani uyandithanda
Zange, zange
Zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny'umuntu
Ukusukela ngoko
Zange, zange
Zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny'umuntu
Ukusukela ngoko
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia Paulo
instagramSharePathic_arrow_out