Lyrics

Papapapa, papapapa
Papapapa, papapapa
Papapapa, papapapa
Papapapa
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Oh, ntinga ntinga wena mntakwethu
Oh, ntinga ntinga wena mntakwethu
Qaba imbol'uzifihle
Fak'oli uzekhusele
Uzuthi chu, cwaka uziculele
Bazozelela
Qaba imbol'uzifihle
Fak'oli uzekhusele
Uzuthi chu, cwaka uziculele
Bazozelela
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Uzungangxami ubayobise
Uzungangxoli ubasebezele
Ngenyemini mntakayise
Uzophumelela
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Uzuthweni ubaxolele
Kaloku bakubophelele
Uzungajiki ubesis'khwelele
Uzubathandazele
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Oh, ntinga
Oh, ntingo
Oh, ntinga
Oh, ntinga
Yiyo, yiyo
Yiyo, hehake
Yiyo (Yiyi) Yiyo (Yiyi)
Yiyo (Yiyi) Hehake
Hayiyo, yiyo
Yiyo, hehake
Hayiyo, yiyo
Yiyo, hehake
Papapa (Papapa)
Papapa (Papapa)
Papapa (Papapa)
Papapa
Qaba imbol'uzifihle
Fak'oli uzekhusele
Uzuthi chu, cwaka uziculele
Bazozelela
Written by: Lindokuhle Kotyi, Sipho Ngqayimbana
instagramSharePathic_arrow_out