Upcoming Concerts for Bongeziwe Mabandla
Featured In
Top Songs By Bongeziwe Mabandla
Credits
PERFORMING ARTISTS
Bongeziwe Mabandla
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Bongeziwe Mabandla
Composer
Tiago Correia Paulo
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Bongeziwe Mabandla
Producer
Tiago Correia Paulo
Producer
Lyrics
[Verse 1]
Mna'ndikwaz'ukuhlala ndaweni enye
Ikhawuleze indibhide
Kukho'nto endiyikhangelayo
Undibona ndinyuka ndisehla
[Verse 2]
Ndikhangela uthando
Ndikhangela uthando
Ndikhangela uthando
Ndikhangela uthando
[Verse 3]
Mmmhh, mmh mmh mmh
Ohh, ehh ehh ehh
[Verse 4]
Ndikhe ndaphil'ebumnyameni
Ndafunga ndathi soze ndiphinde
Kwenzekanjani na ngoku?
Ndiphinde ndazikhathaza
[Verse 5]
Ndikhangela uthando
Ndikhangela uthando
Ndikhangela uthando
Ndikhangela uthando
[Verse 6]
Ooh, ehh ehh ehh
Ohh, ooh ooh ooh
[Verse 7]
Mmmhh, mmh mmh
Mmmhh, mmh mmh
Mmmhh, mmh mmh
Mmmhh, mmh mmh
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia Paulo