Upcoming Concerts for Alfa Mist & Bongeziwe Mabandla
Top Songs By Alfa Mist
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Alfa Mist
Performer
Bongeziwe Mabandla
Vocals
Alfa Sekitoleko
Keyboards
Jamie Leeming
Guitar
Kaya Thomas-Dyke
Bass
Jasmine Kayser
Drums
Junior Alli-Balogun
Percussion
Peggy Nolan
Cello
COMPOSITION & LYRICS
Bongeziwe Mabandla
Composer
Alfa Sekitoleko
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Alfa Mist
Producer
Stuart Hawkes
Mastering Engineer
Giles Barrett
Engineer
Lyrics
[Intro]
Thatha ixesha londicinga
Ukhumbul’ukuba
Sakhe sasobabini
Kwelilizwe
Nsuku zonke indim nawe
Sibambene ngezandla
Sisithi sofelana
[Verse 1]
Apho, aph'uhleli khona
Apha, aph'uhleli khona
Ukhe, ukhe undicinge
Ukhe, ukhe undicinge
[Verse 2]
Apho, aph'uhleli khona
Apha, aph'uhleli khona
Ukhe, ukhe undicinge
Apho, aph'uhleli khona
[Verse 3]
Thatha ithuba londicinga
Ukhumbul’ukuba
Sakhe sasobabini
Kwelilizwe
Nsuku zonke indim nawe
Sibambene ngezandla
Sisithi sofelana
[Verse 4]
Apho, aph'uhleli khona
Apho, aph'uhleli khona
Ukhe, ukhe undicinge
Ukhe, ukhe undicinge
[Outro]
Apho, aph'uhleli khona
Apho, aph'uhleli khona
Ukhe, ukhe undicinge
Apho, aph'uhleli khona
Written by: Alfa Sekitoleko, Bongeziwe Mabandla