Lyrics
Phambi kwabantu bonke
Mna ndiyafunga
Uba bom' endibuphila
Ndibushiya emva
Yimi lesisiphawulo, iyah ndiyazazisa
Andisenguye mna lomtu ndandinguye
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe
Zonke imini zo
Zobomi bam
Zobomi bam
Zobomi bam
Zobomi bam
Nhliziyo yami yonke ndiyibeka phambi kwakho
Andisenawo wona amandla
Ndincede bawo uzundamukele
Uyikhombe indlela ukuze ndihambe
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe
Zonke imini zo
Zobomi bam
Zobomi bam
Zobomi bam
Zobomi bam
Izwe lingangijekela
Bantu bangiflathele
Mna andijiki
Ndoku, ndokulandela
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe
Zonke imini zobo
Zobomi bam
Zobomi bam
Zobomi bam
Zobomi bam
Written by: Bongeziwe Mabandla