Lyrics
[Intro]
Nkosi ngiza kuwe themba lami
Dwala lam laphakade
Siphephelo sam uma ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
Xa ndiyekelelwa
[Verse 1]
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
[Verse 2]
Wena uyi themba lam
Yenza indlela lapho ingekho
Wena uyi themba lam
Yenza indlela, indlela
Xa ndiyekelelwa
[Verse 3]
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
[Verse 4]
Zundithwale mna kaloku
Ngezongalo zobubele
Ndiziphosa kuwe ngoku
Nkosi Yesu ndiphuthume
[Verse 5]
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
[Verse 6]
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
[Verse 7]
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala nje ngamanzi
[Verse 8]
Ndophalala nje ngamanzi
Ndophalala nje ngamanzi
Ndophalala nje ngamanzi
Ndophalala nje ngamanzi
[Outro]
Ndophalala nje ngamanzi
Ndophalala nje ngamanzi
Ndophalala nje ngamanzi
Ndophalala nje ngamanzi
Written by: Benjamin Dube, Oupa Montshiwagae, Tshepiso Mpotle