Lyrics
[Intro]
Heh madoda sabelani
Heh madoda sabelani
Heh madoda ngqandani
Hay' yiyo lengozi, yiyo lengozi
Sithi lengozi (Bayaphel' abafazi)
[Verse 1]
Heh madoda sabelani
Heh madoda sabelani
Abafazi bayalila
Hay' yiyo lengozi, sithi lengozi
Yiyo lengozi (Bayaphel' abafazi)
[Verse 2]
Ndiyathandaza Nkosi
Uphendule imithandazo yethu
Izikhalo uyaziva
Abafazi bayalila
[Verse 3]
Siyathandaza Nkosi
Bedlwengulwa, bebulalwa
Bekhalela ubomi babo
Ngenelela, ngenelela, ngenelela
[Verse 4]
Heh madoda mamelani
Heh madoda ngqandani
Hay' yiyo lengozi, sithi lengozi
Yiyo lengozi (Bayaphel' abafazi)
[Verse 5]
Heh madoda sabelani
Heh madoda sabelani
Heh madoda ngqandani
Yiyo lengozi, yiyo lengozi
Yiyo lengozi (Bayaphel' abafazi)
[Verse 6]
Heh madoda mamelani
Heh madoda sabelani
Heh madoda ngqandani
Oh yiyo lengozi, sithi lengozi
Sithi lengozi (Bayaphel' abafazi)
[Verse 7]
Heh madoda sabelani
Heh madoda sabelani
Heh madoda ngqandani
Ngqandani, ngqandani (Bayaphel' abafazi)
[Verse 8]
Yiyo lengozi, yiyo lengozi
Sithi lengozi
Yiyo lengozi, sithi lengozi
Yiyo le
[Verse 9]
(Iyooh)
(Iyooh)
(Iyooh)
(Bayaphel' abafazi)
[Outro]
Heh madoda sabelani
Heh madoda sabelani
Heh madoda ngqandani
Oh yiyo lengozi, yiyo lengozi
Awu sithi lengozi (Bayaphel' abafazi)
Written by: Loyiso Mandlovandile Gijana