Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Nkosinathi Mankayi
Lead Vocals
Pule Mokoena
Electric Guitar
Courage Sadiki
Drums
Bongane Mahlaole
Keyboards
Makabongwe Magongo
Electric Bass Guitar
COMPOSITION & LYRICS
Nathi
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Lance Stehr
Producer
Sipho Nyathela
Producer
Lyrics
[Intro]
Khukh'abantu kulendawo
Abafun' ubona ntwenhle tu
Xa bebon' omny'umntu ezama
Bayonyanya
Bath' "Uzenza ngcono"
[Verse 1]
Ngcon'ulandeliphupha lakho
Ngcon'usabel' ubizo lwakho, hayi
Ngcon'ukuthiwa uyaphambana
Kunokuba uphalale njengabo
[Verse 2]
Xa ndibulisa bayethula
Ndithi molweni, abavumi
Xa ndidlula bayathetha, akabulisi ucing' ungcono
[Verse 3]
Abasafuni nohlala nam
Xa ndingena bayaphakama bahambe
Uzosimoshela abantwana lo, makahambe
Bendifun' uthando nje
[Verse 4]
Kanti abantu balendawo banjani
Abafun' ubona ntwenhle tu
Xa bebon' omnyumntu ezama
Bayonyanya
Bath' uzenza ngcono
[Verse 5]
Ngcon' ulandeliphupha lakho
Ngcon' usabel' ubizo lwakho, hayi
Ngcono kuthiw' uyaphambana
Kunokuba uphalale njengabo
[Outro]
Kanti abantu balendawo
Abafun' ubona ntwenhle tu
Xa bebon' omnyumntu ezama
Bayonyanya
Bath' uzenza ngcono
Written by: Nathi