Top Songs By Betusile
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Betusile
Performer
Betusile Mcinga
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Qhamisa Mpayipheli
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Mxolisi Mhlongo
Producer
Lyrics
(Nyange lemihla)
(Liwa laphakade)
(Maxhoba ayakhawuleza)
(Langa lokulunga)
Ulinyange lemihla (Nyange lemihla)
Ulinyange lemihla (Liwa laphakade)
Umdala wezintsuku (Maxhoba ayakhawuleza)
Aaahh (Langa lokulunga)
Ulinyange lemihla (Nyange lemihla)
UnguKumkani empilweni zethu (Liwa laphakade)
Wena Jehov' ungcwele (Maxhoba ayakhawuleza)
Langa lokulunga (Langa lokulunga)
Sithi Ngqongqoshe, Kumkani
Maxhob' ayakhawuleza
Sith' ungcwele Sonini nanini
Ufanelwe kukubongwa
Sithi Ngqongqoshe, Kumkani
Maxhob' ayakhawuleza
Ungu Jehov'igama lakho
Ufanelwe kukubongwa
Wen' ungcwele Jehova (Nyange lemihla)
Ulinyange lemihla (Liwa laphakade)
Uyindoda yabahlolokazi (Maxhoba ayakhawuleza)
Bayethe Ngonyama (Langa lokulunga)
Siyakhahlela kuwe Jehova (Nyange lemihla)
Ungcwele Simakade (Liwa laphakade)
Ufanelwe ludumo lonke (Maxhoba ayakhawuleza)
Ufanelwe kukubongwa nazi ingelosi (Langa lokulunga)
Sithi wen' ungcwele Jehova (Nyange lemihla)
Uyindoda yabahlolokazi (Liwa laphakade)
Ungutata kwiinkedama (Maxhoba ayakhawuleza)
Ulilanga lokulunga (Langa lokulunga)
Ungcwele Simakade (Nyange lemihla)
Ungcwele Jehova (Liwa laphakade)
Ungcwele Hlathi lethu (Maxhoba ayakhawuleza)
Ungcwele Baba wethu (Langa lokulunga)
Siyakhahlela kuwe Jehova (Nyange lemihla)
Siyakhahlela kuwe Ngangalala (Liwa laphakade)
Siyakhahlela kuwe Simakade (Maxhoba ayakhawuleza)
Sithi wen' ungcwele, sithi Bayethe (Langa lokulunga)
Sithi Bayethe, sithi Bayethe (Nyange lemihla)
Nyange lemihla (Liwa laphakade)
Nyange lemihla (Maxhoba ayakhawuleza)
Ulilanga lokulunga (Langa lokulunga)
Sithi Bayethe (Nyange lemihla)
Sithi Bayethe (Liwa laphakade)
Eh, Nkosi yam, sith Bayethe Jesu (Maxhoba ayakhawuleza)
Sithi Bayethe Jehova (Langa lokulunga)
Nyange lemihla (Nyange lemihla)
Nyange lemihla (Liwa laphakade)
Wena Jehov' ungcwele (Maxhoba ayakhawuleza)
Bayethe Ngangalala (Langa lokulunga)
Written by: Qhamisa Mpayipheli