Top Songs By Betusile
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Betusile
Lead Vocals
Betusile Mcinga
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Malizole Fololo
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Mxolisi Mhlongo
Producer
Lyrics
[Intro]
Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
[Verse 1]
Ndiziphosa kuwe Bawo
Nkosi Yesu ndingothule
Ndiziphosa kuwe Bawo
Nkosi Yesu ndingothule
[Verse 2]
Izixhobo zam ziwile
Zithathiwe nguSathane
Izixhobo zam ziwile
Zithathiwe ngusathane
[Verse 3]
Xandiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
[Verse 4]
Hayi ndiyekele ba
Khandiyekelelwa nguwe
Xa ndiyekelelwa
Ndiyekelelwa nguwe
[Verse 5]
Wena uzundithwale
Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
[Verse 6]
Xandiyekelelwa
Xandiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
[Outro]
Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Written by: Malizole Fololo