Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Vusi Nova
Lead Vocals
047
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Bongani Mahlaole
Songwriter
VUSUMZI NONGXA
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Bongani Mahlaole
Producer
Robin Walsh
Additional Engineer
Lyrics
[Intro]
Ndenze isigqibo
Mna ngathi
Kakade ayikho into engapheliyo
[Verse 1]
Andisafuni ukubhala iingoma ezibuhlungu
Andisafuni ukucula iingoma ezibuhlungu mna no, no
This is the hardest thing I've had to do
[Verse 2]
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
[Verse 3]
Ndikunikile lonke uthando lwam
Ndakunika nalo ulonwabo
Kanti s'thandwa sam why undenza njena
[Verse 4]
Uyimisile ingqondo it's fine
Ubonile izinto azispani
But why, why, why, why undenza njena
[Verse 5]
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanje
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanje
Mna bendingayazi uthando lunje
[Verse 6]
Mna ndicela ukubuza madoda uthando lunjani na
Lona luvelaphi na
Mna ndicela ukubuza madoda
[Verse 7]
Mna ndicela ukubuza madoda uthando lunjani na
Lona luvelaphi na
Mna ndicela ukubuza madoda
[Verse 8]
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
[Verse 9]
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
[Outro]
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuba uthando lunje
Written by: Bongani Mahlaole, VUSUMZI NONGXA