Featured In
Top Songs By Ami Faku
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Ami Faku
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Ami Faku
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Robert Evoque
Producer
David Balshaw
Producer
Bubele Booi
Producer
Lyrics
[Verse 1]
Amehlo abomvu
Kudinekile
Nabatshana bam ndibanqabele
Bandifun'imali bo
Bathi ndivela eGoli
Ndikhwela etaxini
Ndimva esithi
Bengaphumi etivini lo
Uthi makuthini
[Verse 2]
Yayaz ndiphelelwa ngamandla oqhubeka
At least ndiyazi kufudumele ekhaya
[Verse 3]
Hayiye ndihambile
Sohlangana Ebhayi
Sobonana ebhayi
[Verse 4]
Hayiye ndihambile
Sohlangana Ebhayi
Sobonana ebhayi
[Verse 5]
Ndamkelekile ekhaya
Xa bendibona bathi
Molo, unjani?
Ndiright akhonto
[Verse 6]
Yayaz ndiphelelwa ngamandla oqhubeka
At least ndiyazi kufudumele ekhaya
[Verse 7]
Hayiye ndi hambile
Sohlangana Ebhayi
Sobonana ebhayi
[Verse 8]
Hayiye ndi hambile
Sohlangana Ebhayi
Sobonana ebhayi
[Verse 9]
Ey thina thina
Thina thina siyazalana mama
Zum pepepepe
[Verse 10]
Ey thina thina
Thina thina siyazalana mama
Zum pepepepe
[Verse 11]
Hayiye ndi hambile
Sohlangana Ebhayi
Sobonana ebhayi
[Verse 12]
Hayiye ndi hambile
Sohlangana Ebhayi
Sobonana ebhayi
Written by: Ami Faku