Music Video

Ami Faku - Ndikhethe Wena (Session Video)
Watch Ami Faku - Ndikhethe Wena (Session Video) on YouTube

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Ami Faku
Ami Faku
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Amanda Faku
Amanda Faku
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Nhlonipho Lihle Dhlamini
Nhlonipho Lihle Dhlamini
Producer

Lyrics

[Verse 1]
Ndandihleli ndedwa
Wazoncuma nam
Ndathatheka zibekwa
Ndithand'ubuhle bakho baby
Ndiyababona bonke
Akekho ofana nawe
Usisiphiwo kum
[Verse 2]
Kubobonke ndikhethe wena
Kubobonke ndikhethe wena
[Verse 3]
Ebumnyameni
Ndimamel'intliziyo yam
Inombuzo othi
Ungandonwabisa
Ubomi bami bonke
Ndifunana nomuntu onguwe
Bendiphelelwe lithemba
Kwakhanya ngawe
[Verse 4]
Kubobonke ndikhethe wena
Kubobonke ndikhethe wena
[Verse 5]
Xa ndihleli nawe
Amehlo akho agcwel'uthando
Kubo bonke sthandwa sam
Ndikhethe wena (Ndikhethe wena ndikhethe wena)
[Verse 6]
Kubobonke ndikhethe wena
Kubobonke ndikhethe wena
Kubobonke ndikhethe wena
Written by: Amanda Faku, Bubele Booi, David Balshaw
instagramSharePathic_arrow_out