Lyrics
Molo sisi, kunjani? Uphilile na?
Bendicel' umzuzo wokuthetha nawe mna
Molo sisi, kunjani? Uphilile na?
Bendicel' umzuzo wokuthetha nawe mna
Molo sisi, kunjani? Uphilile na?
Bendicel' umzuzo wokuthetha nawe mna
Ndithi molo sisi, kunjani? Uphilile na?
Bendicel' umzuzo wokuthetha nawe mna
Yabon' ndikubon' izolo udlula, ndaphelelwa ngamandla mna
Kuba bendibona umama wabantwana bam

Ndikubon' izolo udlula, ndaphelelwa ngamandla mna
Kuba bendibona umama wabantwana bam
Ndikubon' izolo udlula, ndaphelelwa ngamandla mna
Kuba bendibona umama wabantwana bam
Written by: Mandisi Dyantyis