Featured In
Credits
PERFORMING ARTISTS
Mandisi Dyantyis
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Mandisi Dyantyis
Songwriter
Lyrics
Iinzingo zam, zaziwa ndim
Ubuze bam, baziwa ndim kaloku
Ungandiboni ndincumile ndihleka
Amanxeba am, aziwa ndim
Ubuhlwempu bam, baziwa ndim kaloku
Ungandiboni ndincumile ndihleka
Ukuhleka kwam nawe
Akutheth'ukuba uyandazi mna
Jongezakhw'izigigaba
Ubuze bam, baziwa ndim
Ukuhleka kwam nawe
Akutheth'ukuba uyandazi mna
Jongezakhw'izigigaba
Ngoba ubuze bam, baziwa ndim
Ukuhleka kwam nawe
Akutheth'ukuba uyandazi mna
Jongezakhw'izigigaba
Ubuze bam, baziwa ndim
Ukuhleka kwam nawe
Akutheth'ukuba uyandazi mna
Jongezakhw'izigigaba
Ngob'ubuze bam, baziwa ndim
Written by: Mandisi Dyantyis