Featured In
Top Songs By Winnie Khumalo
Credits
PERFORMING ARTISTS
Winnie Khumalo
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Wakes Zondeka
Composer
Bruce Sebitlo
Composer
Oscar Mdlongwa
Composer
Zonke
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Bruce Sebitlo
Producer
Lyrics
[Intro]
Hayi ndibonile
Ndatsho mna ndavela
Ndabuya ndathi ndim lo
Kwathula kwathi tu
Oh, hayi ndifundile
Ndabuya mna ndangena
Ngoku ndithi ndim lo
Bayandijonga
[Verse 1]
Ngoba ndithi nd'khulile, nd'khulile, nd'khulile
Ndithi nd'khulile, nd'khulile, nd'khulile
Ndithi nd'khulile, nd'khulile, nd'khulile
Ngoba ndithi nd'khulile, nd'khulile, nd'khulile
[Verse 2]
Oh, I just wanna live my life
I wanna live my life
Oh, I just wanna be myself
Nd'phil' ubomi bam
Oh-ho, lendlela inde inameva
Mna nd'zokwenze njani
Oh-ooho, lendlela inde kwaibanzi
Nd'fun'ubomi bam
[Verse 3]
Ngafika ngisasemncane mina
Ugogo wam wathi
Winnie mntwanam, Winnie mntwanam
Winnie mntwanami, mntwanami, mntwanami
Nd'yabulela ngothando lwakho
Nd'yabulela ngemfundiso zakho
Nd'yabulela ngakho konk'ongenzele khona
Oh mina, oh mina
Oh mina, mina, Oh mina
[Verse 4]
Oh I just wanna live my life
I wanna live my life
Oh I just wanna be myself
Nd'phil' ubomi bam
Oh-ho, lendlela inde inameva
Mna nd'zokwenze njani
Oh-ooho, lendlela inde kwaibanzi
Nd'fun' ubomi bam
[Verse 5]
Ngoba ndithi nd'khulile, nd'khulile, nd'khulile
Ndithi nd'khulile, nd'khulile, nd'khulile
Ndithi nd'khulile, nd'khulile, nd'khulile
Ngoba ndithi nd'khulile, nd'khulile, nd'khulile
[Outro]
Oh I just wanna live my life
I wanna live my life
Oh I just wanna be myself
Nd'phil' ubomi bam
Oh-hoh, lendlela inde inameva
Mna nd'zokwenze njani
Oh-ooho, lendlela inde kwa ibanzi
Nd'fun' ubomi bam
Written by: Bruce Sebitlo, Oscar Mdlongwa, Wakes Zondeka, Zonke