Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Ntando
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Ntandokayise Bangani
Songwriter
Bongani Mahlaole
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Ntando
Producer
Robbie Malinga
Producer
Mojalefa Thebe
Producer
Lyrics
UNtando wakwaNtu
Mamelani
Kudala mna ndifunana nentombi enje ngawe
Kudala mna ndifunana nawe s'thandwa sam
Awu mihla nezolo, mihla nezolo
Uyawuthuthuzel'umoya wam
Ndiboniswa mna nawe siphil'imnyaka
Njengamajuba sofa silahlane
Awu mihla nezolo, mihla nezolo
Uyawuthuthuzel'umoya wam
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
Awu ntombazana ndithi kuwe ndidikiwe
Kuzawude kube nini na ndidlalisa
Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
Ndifun'intombi azakundenza indoda emadodeni yoh
Ndithand'indlela le wena ntombi ohlonipha ngayo
Ndithand'indlela le wena ntombi oziqhenya ngayo
Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
Mhm uyawuthuthuzel'umoya wam
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
Kudala mna ndifunana nentombi enje ngawe
Kudala mna ndifunana nawe s'thandwa sam
Awu mihla nezolo, mihla nezolo
Uyawuthuthuzel'umoya wam
Ndithand'indlela le wena ntombi ohlonipha ngayo
Ndithand'indlela le wena ntombi oziqhenya ngayo
Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
Mhm uyawuthuthuzel'umoya wam
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
We dali wam, wena sweetie wam
Ndithanda wena wedwa nje
Ndifuna nokukushada iyoh
Makungenzeka khona kusasa lokhu
Written by: Bongani Mahlaole, Ntando, Ntandokayise Bangani