Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Msaki
Msaki
Performer
Lebogang Ledwaba
Lebogang Ledwaba
Performer
Zos Ntuli
Zos Ntuli
Performer
Kgotso Langa
Kgotso Langa
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Asanda Lusaseni Mvana
Asanda Lusaseni Mvana
Songwriter
Nkosinathi Innocent Maphumulo
Nkosinathi Innocent Maphumulo
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Black Coffee
Black Coffee
Producer
Simbad
Simbad
Engineer
Matlatsi
Matlatsi
Producer

Lyrics

[Verse 1]
Wathi gqi ndingakulindelanga
Wena
Wathi gqi ndingazimiselanga
Kuveza intliziyo yam ngobunzulu bayo
Komnye
Undiqubule
Ndincumile
Ngaphakathi
[Verse 2]
Lathi tha ndingalilindelanga
Lelakho
Kwadeda amafu kwashukuma iintaba
Nguwe
Unyathela njengothweswe ubukhosi
Wena
Undiqubule
Ndikuvumile
Kwaye nalu uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Nal'uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
[Verse 3]
Oko wandifunda andiswelanga inyaniso
Undikhapha ngokwenyama nangomphefumlo
Kwaye isandla sam awusiqinisanga kwesakho
Undivulile
Ndikukhethile
Kunaphakade
[Verse 4]
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Nal'uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Nal'uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Uthando lwam
Written by: Asanda Lusaseni Mvana, Nkosinathi Innocent Maphumulo
instagramSharePathic_arrow_out