Lyrics
[Verse 1]
Bawo khusela
Abantwana bakho
Bawo khusela
Abantwana bakho
Bawo khusela
Abantwana bakho
[Verse 2]
Ndizibika kuwe Mdali
Sikelel' imini zam
Qaba yimbi andinyayo
Endinga ngena kuyo
Yiba nenceba kuthi
[Verse 3]
Themba limbi andinalo
Endinga bamba lona
Qaba yimbi andinayo
Wuwe ithemba lam
[Verse 4]
Hlamba nants' inhliziyo
Ndizibika kuwe
Ndizibika kuwe
Kuwe Mdali
[Verse 5]
Sikelel' imini zam
Sikelel' imini zam
Qaba yimbi andinayo
Endinga ngena kuyo
Yiba nenceba
Yiba nenceba kuthi
[Verse 6]
Sikelel' imini zam
Themba limbi andinalo
Endinga bamba lona
Hlamba nants' intliziyo yam
Uyenze ngcwele yona
Qaba yimbi andinayo
Endinga ngena kuyo
[Verse 7]
Ndizibika kuwe Mdali
Sikelel' imini zam
Yiba nenceba
Abantwana, abantwana bakho
[Verse 8]
Themba limbi andinalo
Endinga zifihla kulo
Hlamba nants' inhliziyo
Hlamba nants' inhliziyo
Uyilungise
[Verse 9]
Yigcokise
Uyenze msulwa
Uyenze msulwa yona
Abantwana, abantwana bakho
Bakhalela Wena
Yiba nenceba
Yiba nenceba
Singabantwana bakho
Yiba nenceba
Written by: Asanda Lusaseni Mvana