Lyrics
Oh, langa, uyaz' uthando lus'phulile
Oh sithandwa
Uyazi ndathembisa soze ndibuyele
Kodwa xandinawe
Ndilibala zonke iinhlungu zothando
Imfudumalo yakho
Indilibalisa zonke iinhlungu zothando
Ndingabalilanga
Ndibe yinyanga
Ndibe yonke
Yonk' oyifunayo
Ndingabalilanga
Ndibe yinyanga
Ndibe yonke
Yonk' oyifunayo
Yiza kum' nana, yiza kum' nunu
Yiza kum' ndibe
Yonk' oyifunayo
Yiza kum' nana, yiza kum' nunu
Ndibe yonke
Yonk' oyifunayo
Othandweni akulahlwa mbeleko ngakufelwa
Ngizokhohlwa ongibulalayo sengithole ongangifela
Ngikhumbula ngikhala ngith' uthando lungehlule
Kwafik'isthunywa sang'duduza
Sengithule
Ngithi uwena loyo
Uwena loyo mamazi lami
Ayi ngibong'oGogo
Ngibong'oGogo ngawe
Ngithi uwena loyo
Uwena loyo mamazi lami
Ayi ngibong'oGogo
Ngibong'oGogo ngawe
Mna xandinawe
Ndilibala zonk' iinhlungu zalomhlaba
Imfudumalo yakho
Indilibaliza zonke iinhlungu zothando
Zothando, thando
Ndingabalilanga
Ndibe yinyanga
Ndibe yonke
Yonk' oyifunayo
Ndingabalilanga
Ndibe yinyanga
Ndibe yonke
Yonk' oyifunayo
Yiza kum' nana, yiza kum' nunu
Yiza kum' ndibe
Yonke oyifunayo
Yiza kum' nana, yiza kum' nunu
Ndibe yonke
Yonk' oyifunayo
Written by: Buhlebendalo Mda, Jabulani Hadebe, Sthembiso Twala