Top Songs By Eves Manxeba
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
May Jack
Vocals
Eves Manxeba
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Eves Manxeba
Composer
Lyrics
Xandibalisa intlungu yami
Ndibonisa amanxeba wami
Xandicaz' imbilini yami
Kuhl' inyembezi
Xandicinga apha ndisuka khona
Ndicinge bazali bami
Andijiki adoyiki
Andiyaphambili
Kodwa yini na
Kunini ndithandaza
Kodwa yini na
Kunini ndilila
Kodwa yini na
Ndivuka ndisiwa
Ndilila ndenyuka ndisihla
Yavele yavele yavuleka indlela
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Kodwa yini na
Kunini ndithandaza
Kunini ndilila
Kodwa yini na
Kunini ndithandaza
Kunini ndilila
Ithemba lakho libeke kumdali
Bahlekisa ngawe, ayihambi kanjalo
Qiniseka bambelela
Iphupho lakho, indlela zakho zaziwa nguwe
Hlasela (Hlasela)
Ukhumbule (Ukhumbule)
Apha uphumakhona (Apha uphumakhona)
Bajonge kuwe
Indlala ndiyayazi
Nobomi ndiyabazi
Vala amehlo akho
Sicela uSomandla avule indlela
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama kwavela ukukhanya
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama
Ded' ubumnyama
Written by: Eves Manxeba