Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Gugulethu Khumalo
Lead Vocals
Amanda Benedicta Antony
Lead Vocals
Chuene Reshokejwe Marakalala
Keyboards
Tshegofatso Teffo
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Gugulethu Khumalo
Songwriter
Amanda Benedicta Antony
Songwriter
Chuene Reshokejwe Marakalala
Songwriter
Bongiswa Baliti Mantakana
Songwriter
Tshegofatso Teffo
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
John Lundun
Producer
Lyrics
[Verse 1]
Xa ebizwa amagama ethu ezulwini
Zoba secaleni kwakho
Zakufika imini yokugqibela
Zoba secaleni kwakho
[Verse 2]
Nasemnqamlezweni hlal'uyazi
Zobasecaleni kwakho
Hlal'uyazi ecaleni kwakho
[Verse 3]
Yena nam ubaby wam, yena nam siyathandana
Yena nam, ubaby wam, yena nam siyavana
Yena nam, ubaby wam, yena nam yena nam sikunye
Till the end
[Verse 4]
Yena nam ubaby wam, yena nam siyathandana
Yena na, ubaby wam, yena nam siyavana
Yena na, ubaby wam, yena nam till the end
[Verse 5]
Ungowokuqala endicinga ngaye
Ngolwesibini ndadibana naye
Ngoku mathathu amazwi endinawo
Ngolwesine, ngolwesihlanu ndingowakho
[Verse 6]
Nguwe olawula ingqondo yam
'Iyo waphola umphemfulo
Wandiphandla amehlo am
'Tsho yaxola inhliziyo yami
[Verse 7]
Yena nam ubaby wam, yena nam siyathandana
Yena nam, ubaby wam, yena nam siyavana
Yena nam, ubaby wam, yena nam yena nam sikunye
Till the end
[Verse 8]
Yena nam ubaby wam, yena nam siyathandana
Yena na, ubaby wam, yena nam siyavana
Yena nam, ubaby wam, yena nam yena nam sikunye
Till the end
[Verse 9]
Till the end
Yena nam kude kuyovalwa
Yena nami
Yea nami kude kuyovalwa
Yena nami
Yena nami, yena nami, yena nami
Till the end
Written by: Amanda Benedicta Antony, Bongiswa Baliti Mantakana, Chuene Reshokejwe Marakalala, Gugulethu Khumalo, Nhlamulo Baloyi, Tshegofatso Teffo