Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Simphiwe Dana
Vocals
Salif Keïta
Performer
Kerfala Kante
Bass
Kone Molobaly
Percussion
Mamadou Koné
African Percussion
Djessou Mory Kante
Acoustic Guitar
Mamadou Diabate
African Percussion
COMPOSITION & LYRICS
Simphiwe Dana
Composer
Salif Keïta
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Simphiwe Dana
Producer
Salif Keïta
Producer
Lyrics
Masibambaneni
Mambane ngezandla
Masibambaneni
Bambane ngezandla
Masibambaneni
Mambane ngezandla
Masibambaneni
Bambane ngezandla
[Salif Keita – Africa Lyrics]
Weh maAfrika
Saxhwithana njena
Weh mzi kaMadikizela
Nilwa ngantoni na
Zemk’ iinkomo magwalandini
Zimkil’ iinkomo zoobaba
Zimke namanzi na?
Ndiyabuza
Zimke namanzi na?
ZImkil’ iinkomo zoobaba
Zimke nezithunzela?
Ndiyabuza
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Ngezandla masibambaneni)
Mambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Ngezandla masibambaneni)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Ngezandla masibambaneni)
Mambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Ngezandla masibambaneni)
Bambane ngezandla
[Salif Keita verse]
Written by: Salif Keïta, Simphiwe Dana