Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Simphiwe Dana
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Simphiwe Dana
Composer
Lyrics
[Intro]
Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndi
Hamb' eBantu Biko Street
[Verse 1]
Wathi qala ngaphakathi noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
[Verse 2]
Ngugi wandifundisa noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndi
Hamb' eBantu Biko Street
[Verse 3]
Wathi qala ngaphakathi noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
[Verse 4]
Andinayw' imali
Yokuthenga zonke
(Ezazizezam azikhw' eZazulwana)
Kodwa ndakuthusa xa kuthiwa makuyiwe
(Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa)
(Kuphil' akuthengwa)
(Kuphil' akuthengwa)
(Asinakuyazi, hayi isimanga)
[Verse 5]
Nawe Mongameli
Xa ubon' abantu bakho
(Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe)
Wena Mongameli
Fundis' abantwana bethu
[Verse 6]
(Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele)
(Sihamba nzima)
(Sihamba nzima)
(Ngathi sowubon' indifanele le ndawo)
[Verse 7]
Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndi
Hamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
[Verse 8]
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndi
Hamb' eBantu Biko Street
[Verse 9]
Wathi qala ngaphakathi noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
[Verse 10]
Sizwe esimnyama
Soya njalo phambili
(Soya njalo phambili xa sime sibanye)
Sizwe esintsundu
Ungayek' ukukhathala
(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
(Wawukhona)
(Wawukhona)
(Thina sobabini sivela eGolgotha)
[Verse 11]
Emaphupheni nasezitoyitoyini
(Singa singahlala siyikhangela ihambo)
Ezingcingeni nasezinkonzweni
(Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
(Hamba njalo)
(Hamba njalo)
Ngoba kufanele
(Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga)
[Verse 12]
Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndi
Hamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
[Outro]
Ngugi wandifundisa noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndi
Hamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Written by: Sinethemba Simphiwe Dana