Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Msaki
Msaki
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Asanda Lusaseni Mvana
Asanda Lusaseni Mvana
Songwriter
Siphamandla Fete
Siphamandla Fete
Songwriter
Siyabonga Feido Wayz Radu
Siyabonga Feido Wayz Radu
Songwriter

Lyrics

[Verse 1]
Bendimaz' unyana wakho
Nankw' ekhweli phez' kwendlu egibel' inkwenkwezi
Bendimaz' unyana wakho
Nankw' ekhweli phez' kwendlu egibel' inkwenkwezi
Ndiyamaz' unyana wakho
Nankw' ekhweli phez' kwendlu ekhawulel' inkwenkwezi
Ndiyamaz' unyana wakho
Nankw' ekhweli phez' kwendlu ekhawulel' inkwenkwezi
[Verse 2]
He magwalandini
Nizok'de nizengele nini na?
He magwalandini, banjani abafana balelali?
[Verse 3]
Ukuba bend' kwazi ukuy' esbhakabhakeni
Ukuba bend' kwazi ukubuyisel' emhlabeni
Ukuba bend' kwazi ukuy' esbhakabhakeni
Ukuba bend' kwazi ukubuyisel' emhlabeni
Written by: Asanda Lusaseni Mvana, Siphamandla Fete, Siyabonga Feido Wayz Radu
instagramSharePathic_arrow_out