Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Moneoa
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Moneoa Natashia Moshesh
Songwriter
Lyrics
[Intro]
Likaliw' ixesha lethu empilweni
Awunofik' umoshe
Awunothand' usone
Ufuna ntoni na
[Verse 1]
Likaliw' ixesha lethu empilweni
Awunogeza nd'xole
Ujike futh' uphinde
Awukhulanga na
[Verse 2]
Ziphi, ziph' inkomo zakho
Liph' ithemba lakho
Mna andiyi ndawo s'thandwa sam
Ndiyabuza
[Verse 3]
Ziphi, ziph' inkomo zakho
Liph' ithemba lakho
Mna andiyi ndawo s'thandwa sami
[Verse 4]
Abanye baya le, baya le, baya lena
Baya le, baya le
Mna andiyi ndawo
[Verse 5]
Abanye baya le, baya le, baya lena
Baya le, baya le
Andiyi ndawo
[Verse 6]
Likaliw' ixesha lethu empilweni
Uyaz'bon' und'fumene
Uyaz'bon' ugqibile
Sukuzisokolisa
[Verse 7]
Likaliw' ixesha lethu empilweni
Mna ndahlala nawe
Nase bumnyameni
Ulinde ntoni na, aibo
[Verse 8]
Ziphi, ziph' inkomo zakho
Liph' ithemba lakho
Mna andiyi ndawo s'thandwa sami
Ndiyabuza
[Verse 9]
Ziphi, ziph' inkomo zakho
Liph' ithemba lakho
Mna andiyi ndawo s'thandwa sam
[Verse 10]
Ayi abanye baya le, baya le, baya lena
Baya le, baya le
Mna andiyi ndawo
[Verse 11]
Ayi abanye baya le, baya le, baya lena
Baya le, baya le
Andiyi ndawo
[Outro]
Abanye baya-baya, baya-baya le
Baya-baya le
Baya le
Baya le, baya le, baya lena
Abanye baya
Baya le
Written by: Moneoa Natashia Moshesh