Lyrics
Naz' iinkom' ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi, "Eyi sani
Kutheni ungekamthathi?"
Ndathi, "Yonk' int' irighti"
Yena u-ungowami
Kodwa kukhon' ingxaki
Utatakh' akandifuni
Naz' iinkom' ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi, "Eyi, sani
Kutheni ungekamthathi?"
Ndathi, "Yonk' int' irighti"
Yena u-ungowami
Kodwa kukhon' ingxaki
Utatakh' akandifuni (okay, sho, ey, ey)
Ndathi ndisahleli phantsi komthi
Yadlula yona leyontokazi
Nd'yaqond' ibiyokh' amanzi phaya ezantsi, emlanjeni
Ndaphakama mna ndayilandela
Njengo clever wase Rhawutini, ndasondela
Molo san', ndicel' uk'hamba nawe?
Elothutyana ndivumele ndithethe nawe
NdiyiNtsika yekhaya, ikhaya lakwa Ngxanga
Ndiyinkosi, lont' ikwenz' inkosazana yam
Bamb' isandla sam, s'thandwa sami
Uzokuba ngumama wabantwana bam
Ndiyazibuza, umhle kangaka
Ukhetha mna amadod' engaka
Ndizaw'biz' utata wam', naw' ubiz' utata wakho
Bahlale phantsi bobabini babonisane
Naz' iinkom' ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi (eyi, kuvume nabaphantsi)
Besithi, "Eyi, sani
Kutheni ungekamthathi?"
Ndathi, "Yonk' int' irighti"
Yena u-ungowami
Kodwa kukhon' ingxaki
Utatakh' akandifuni
Samza, ndiyoyika (hay, ayikh' int' enjalo)
Ndoyik' umama notata (hay, ayikh' int'enjalo)
Umam' uzandikrwitsha (s'thandwa sam)
Utat' uzandibetha (hey, lovie wam)
Athi ndiya jola (hay, ayikh' int'enjalo)
Ntsika ndiyoyika (hayi, s'thandwa sami, hlala nam lovie wam)
Nd'yoyika umama, uzandibetha (iman', iman', ayiyikh' int'enjalo)
Utat' uzandikrwitsha, krwitsha
Athi ndiyajola
Ha, ha, hayi andikaze mna ndibone
Hay, hay intombazane entle nje ngaye
Hey, please ntombazane, uzundimamele
Nditheth' inyani s'thandwa, undi-charmile
Ndith' eb'suku s'thandwa sam mna ndibonisiwe
Mna nawe baby, sesitshatile
Please ntombazane, uzundikholelwe
Nditheth' inyani s'thandwa, ndikuthandile
Naz' iinkom' ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi (eyi, kuvume nabaphantsi)
Besithi, "Eyi, sani
Kutheni ungekamthathi?"
Ndathi, "Yonk' int' irighti"
Yena u-ungowami
Kodwa kukhon' ingxaki
Utatakh' akandifuni
Naz' iinkom' ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi (eyi, kuvume nabaphantsi)
Besithi, "Eyi, sani
Kutheni ungekamthathi?"
Ndathi, "Yonk' int' irighti"
Yena u-ungowami
Kodwa kukhon' ingxaki
Utatakh' akandifuni, eh, eh
Writer(s): Samkelo Lelethu Mdolomba
Lyrics powered by www.musixmatch.com