Featured In
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Zahara
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Bulelwa Mkutukana
Composer
Lyrics
[Verse 1]
Xa bendino mama
Ngesendine qhiy'ebotshwe ngaphambili
Okwenene nd'yahamba
Okwenene ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 2]
Xa bendino mama
Ngesendine qhiy'ebotshwe ngaphambili
Okwenene nd'yahamba
Okwenene ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 3]
Nd'yagodol' iyoha
Nd'yagodol' incinci naleraki mnta' kaMama'm
Iyho nd'yahamba
Iyho ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 4]
Nd'yagodol' iyoha
Nd'yagodol' incinci naleraki mnta' kaMama'm
Iyho nd'yahamba
Iyho ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 5]
Xa bendino mama
Ngesendine qhiy'ebotshwe ngaphambili
Okwenene nd'yahamba
Okwenene nd'bhek' eGoli sana lwam'
[Verse 6]
Ndithi xa bendino mama
Ngesendine qhiy'ebotshwe ngaphambili
Okwenene nd'yahamba
Okwenene ndibhek' eGoli mna nosana lwam'
[Verse 7]
Nd'yagodol' iyoha
Nd'yagodol' incinci naleraki mnta' kaMama'm
Iyho nd'yahamba
Iyho ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 8]
Nd'yagodol' iyoha
Nd'yagodol' incinci naleraki mnta' kaMama'm
Iyho nd'yahamba
Iyho ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 9]
Ndiva isikhal' esandohlukanisa nomama'm
And'vumi nosana lwam'
Ndibolekeni iduvet incinci naleraki mta' kamama'm
[Verse 10]
Ndiva izikhal' esandohlukanisa nomama'm
Andivumi nosana lwam'
Ndibolekeni iduvet incinci naleraki mta' kaMama'm
[Verse 11]
Nd'yagodola iyoha
Nd'yagodol' incinci naleraki mnta' kaMama'm
Iyoh nd'yahamba
Iyoh ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 12]
Nd'yagodol' iyoha
Nd'yagodol' incinci naleraki mnta' kaMama'm
Iyho nd'yahamba
Iyho ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 13]
Ndiyagodola iyoha
Nd'yagodol' incinci 'raki mnta' kaMama'm
Iyoh nd'yahamba
Iyho ndibhek' eGoli sana lwam'
[Verse 14]
Ndiyagodola iyoha
Nd'yagodol' incinci naleraki mnta' kaMama'm
Iyoh nd'yahamba
Iyoh ndibhek'eGoli sana lwam'
Written by: Bulelwa Mkutukana