Featured In

Credits

COMPOSITION & LYRICS
Solethu Manzonzo
Solethu Manzonzo
Songwriter

Lyrics

UThando lomntu Omnyama luvela kuwe
UThando lwabantsundu lusuka kuwe
UThando lomntu Omnyama luvela kuwe
UThando lwabantsundu lusuka kuwe
Nalamandla sinawo siwanikwa nguwe
Nobubele sibunikwa nguwe na
UThando lomntu Omnyama luvela kuwe
UThando lwabantsundu lusuka kuwena
Wena Thixo wenzu mangaliso
Mhla udala umntu omnyama
Wena wathatha ixesha lakho
Xa udala wena umntu omnyama
Ewe wamnika uthando
Yilonto wena usithanda kangaka
Andikhathali ba loluphi uhlanga kodwa
Ungumntase
Andihoyanga uba uvelaphi wenu
Ungumntase
Andikhathali ba loluphi uhlanga kodwa
Ungumntase
Andihoyanga uba uvelaphi wenu
Ungumntase
Sibambisene soze sohluleke
Masithwalisaneni ubunzima
Together we will suffer no more
Together we will cry no more
Yebant' abamnyama
(Bantwana bomqhuba)
Ndiyancela nina
(Xhobani izikhali)
Xhobani izikhali
(Zothando nina)
Xhobani izikhali
(Zothando nina)
Uthando lwenu
(Lonqobo konke)
Ndiyancela nina
(Masithandane sonke)
Xhobani izikhali
(Zothando lwenu)
Xhobani izikhali
(Zothando lwenu)
Webant' abamnyama
(Bantwana bomqhuba)
Ndiyancela nina
(Xhobani izikhali)
Xhobani izikhali
(Zothando nina)
Xhobani izikhali
(Zothando nina)
Akhonto eyogqitha ubambisana
Akhonto eyogqitha uthandana
Uyabona lomhlaba uyahlaba
Kodwa xa sibambene sizophumelela
Uthando heyi lomntu omnyama
Comes from the deep down in the heart
Thina sonke siyathandana
Andikhathali ba loluphi uhlanga kodwa
Ungumntase
Andihoyanga uba uvelaphi wenu
Ungumntase
Andikhathali ba loluphi uhlanga kodwa
Ungumntase
Andihoyanga uba uvelaphi wenu
Ungumntase
Sibambisene soze sohluleke
Masithwalisaneni ubunzima
Together we will suffer no more
Together we will cry no more
Written by: Solethu Manzonzo
instagramSharePathic_arrow_out