Top Songs By Leo Guardo
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Leo Guardo
Performer
Sobantwana
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Leo Guardo
Songwriter
Sobantwana
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Leo Guardo
Producer
Lyrics
Kukho amaxesha
Apho ubomi bumangxi
Amathuba Ayavela
Kodwa ingathi awufikeli
Ndiyayazi Imeko yakho
Iinyembezi ziyaziphumela
Kodwa Ungayeki Uzungayeki
BAMBELELA
Nobumnyama buyadinwa
Soze de kungalungi
Nyamezela weeeh
Nyamezela
Indlela yona ike ibenzima
Ungaboni Sekulunga
Amandle uweve ekushiya
Owww ndiyayazi imeko yakho
Written by: Leonardo Guardo, Olwethu Zanele Megearn Sobantwana, Tivani Mkhombo