Music Video

The Soil - Thandwa Ndim (feat. Thee Legacy)
Watch The Soil - Thandwa Ndim (feat. Thee Legacy) on YouTube

Credits

PERFORMING ARTISTS
The Soil
The Soil
Vocals
Thee Legacy
Thee Legacy
Vocals
Fana Ntsika Ngxanga
Fana Ntsika Ngxanga
Vocals
Luphindo Ngxanga
Luphindo Ngxanga
Beatbox
Theodorah Matshoba
Theodorah Matshoba
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Ntsika Fana Ngxanga
Ntsika Fana Ngxanga
Composer
Luphindo Ngxanga
Luphindo Ngxanga
Composer
Philani Duma
Philani Duma
Composer
Khanyisani Mazibuko
Khanyisani Mazibuko
Composer
Simphiwe Big Boy Sikhakhane
Simphiwe Big Boy Sikhakhane
Composer
Emille Ngcobo
Emille Ngcobo
Composer
Theodorah Matshoba
Theodorah Matshoba
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Fana Ntsika Ngxanga
Fana Ntsika Ngxanga
Producer

Lyrics

Uthando lwam luyaphuphuma (ngyazfela ngawe)
Uthando lwam lufana neykhukhula (mina ng'gcwele ngawe)
Uthando lwam luyaphuphuma (Ey yey, ey yey yey yey)
Nothando lwakho ngilizwa noma ungfunqula (Ey yey yey yey)
Thandwa Ndim wena
Intomb’enjena ngiyayithanda
Eziphethe kanjena ngiyayincanywa
Ngizohamba nayo umhlaba wonke
Sindize sihamb’amazwe onke
Insizw’enjena ngiyayithanda
Eziphethe kanjena ngiyayincanywa
Ngizohamba nayo umhlaba wonk
Sindize sihamb’amazwe onke
Ekudinga la eduze kwam
Just you and I sondela dali
Ungibambe la ngikubambe la
Come let us move sondela lovie
Sitetemuke nge rhythm yo thando
Thandwa Ndim wena
Siyakhuleka eMakhosini
(Siyakhuleka eMakhosini)
Nge Thole le ngonyama elivela ebuKhosini
(‘Thole le ngoyama elivela ebuKhosini weh ehh ehh)
Muhle muhle wam mzukulwana ka MaTshabalala/
Themba lam langa lam wena
Thandwa ndim/ thandwa ndim wena
Written by: Emille Ngcobo, Khanyisani Mazibuko, Luphindo Ngxanga, Ntsika Fana Ngxanga, Philani Duma, Simphiwe Big Boy Sikhakhane, Theodorah Matshoba
instagramSharePathic_arrow_out