Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Prayer Warriors
Prayer Warriors
Performer
DrumPope
DrumPope
Performer
Ntsika
Ntsika
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Ntsika Fana Ngxanga
Ntsika Fana Ngxanga
Songwriter
Frans Phetole Gebepe
Frans Phetole Gebepe
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Frans Phetole Gebepe
Frans Phetole Gebepe
Producer

Lyrics

[Verse 1]
Nyange lemihla
Liwa laphakade
Nyange lemihla
Liwa laphakade
[Verse 2]
Sithi Ngqongqoshe
Kumkani
Maxhoba ayakhawuleza
[Verse 3]
Sithi Ngqongqoshe
Kumkani
Maxhoba ayakhawuleza
[Verse 4]
Phezu kweentaba
Emphefumlweni wam (Emazulwini)
Phantsi kwamanzi
Uthando lubanzi
UMvelinqangi kulapho
UMvelinqangi kulapho
Phezu kweentaba
Emphefumlweni wam (Emazulwini)
Phantsi kwamanzi
Uthando lubanzi
UMvelinqangi kulapho
UMvelinqangi kulapho
Ehlala khona
Ehlala khona
Ehlala khona
Ehlala khona
Ehlala khona
Ehlala khona
Ehlala khona
Ehlala khona
Heyi kulapho
Heyi kulapho
Heyi kulapho
Ehlala khona
Ehlala khona
Ehlala khona
Ehlala khona
[Verse 5]
Nyange lemihla
Liwa laphakade
Nyange lemihla
Liwa laphakade
[Verse 6]
Sithi Ngqongqoshe
Kumkani
Maxhoba ayakhawuleza
[Verse 7]
Sithi Ngqongqoshe
Kumkani
Maxhoba ayakhawuleza
[Verse 8]
Sithi Ngqongqoshe
Kumkani
Maxhoba ayakhawuleza
Jehova igama lakhe
Yena ufanelwe kukubongwa
[Verse 9]
Sithi Ngqongqoshe
Kumkani
Maxhoba ayakhawuleza
Jehova igama lakhe
Yena ufanelwe, ufanelwe, ufanelwe
[Verse 10]
Sithi ufanelwe kukubongwa
Sithi ufanelwe kukubongwa
Sithi ufanelwe kukubongwa
Sithi ufanelwe kukubongwa
Sithi ufanelwe kukubongwa (Sithi Ngqongqoshe)
Sithi ufanelwe kukubongwa (Kumkani)
Sithi ufanelwe kukubongwa (Maxhoba)
Sithi ufanelwe kukubongwa (Ayakhawuleza)
Sithi Ngqongqoshe
Kumkani
Maxhoba ayakhawuleza
Sithi Ngqongqoshe
Kumkani
Maxhoba ayakhawuleza
Written by: Frans Phetole Gebepe, Ntsika Fana Ngxanga
instagramSharePathic_arrow_out