Music Video

Ewe Thixo (Live) (feat. Ayathola & Ayanda Ntanzi)
Watch Ewe Thixo (Live) (feat. Ayathola & Ayanda Ntanzi) on YouTube

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Rising Sun Choir
Rising Sun Choir
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Rasta Rasta
Rasta Rasta
Songwriter

Lyrics

[Verse 1]
Ewe, Thixo waMazulu
Kumkani woKumkani
Sibabaza Wena
[Verse 2]
(Ewe)
(Thixo waMazulu)
(Kumkani woKumkani)
(Sizukisa Wena)
[Verse 3]
(Ewe)
(Thixo waMazulu)
(Kumkani woKumkani)
(Sizukisa Wena)
[Verse 4]
Ngisho iZulu
iZulu olidalileyo
Kwalomhlaba Jehovah owenzile ngesandla sakho
Uyakuvuma ukuba Wena wedwa unguye uThixo
[Verse 5]
Yeh ngishi indalo, indal' oyidalile, Somandla
Nabantu bonke obenzile
Bayakhothama kuwe
Bayakubabaza, bayakuvuma
Bazukisa Wena
[Verse 6]
(Ewe)
(Thixo waMazulu)
(Kumkani woKumkani)
(Sizukisa Wena)
[Verse 7]
Awu ngoba iZulu
iZulu nomhlaba
Awu kuyakukhothamela
Izingelosi zonke
Seziyakuvuma
[Verse 8]
Bheka ke nathi ke
We Nkosi yaMazulu
Siyibeka Nkosi imiqhele yethu
Sith' akekho olingana nawe
Sizukisa Wena
[Verse 9]
(Ewe)
(Thixo waMazulu)
(Kumkani woKumkani)
(Sizukisa Wena)
[Verse 10]
(Ewe)
(Thixo waMazulu)
(Kumkani woKumkani)
(Sizukisa Wena)
[Verse 11]
(Ewe)
(Thixo waMazulu)
(Kumkani woKumkani)
(Sizukisa Wena)
[Verse 12]
(Ewe)
(Thixo waMazulu)
(Kumkani woKumkani)
(Sizukisa Wena)
[Verse 13]
(Ewe)
(Thixo waMazulu)
(Kumkani woKumkani)
(Sizukisa Wena)
Written by: Rasta Rasta
instagramSharePathic_arrow_out