Featured In
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Emtee
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Emtee
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Johnny Basz
Producer
Lyrics
I'm on some other shit, I can't chase a bitch
I'm tryna get rich, I need my money right now
Aye, I'm the shit, ngikhule ngingena nix
I want them foreign whips, I need that money right now
Pay up, pay up, ngob'uzoqhasha ey
Isgudi snaysi, ndim'uLaqhasha yeah
Pay up, pay up, ngob'uzoqhasha ey
Isgudi snaysi, ndim'uLaqhasha yeah
Ha ndifun uye ndlini, qha andinay'umngena ndlini
Abantu batshona bevela, abatsho bandibhatala nini
Ha iizilimela zimbini, kumela ndithenge umilimili
Gqiba ndifraize unozala andongeze, ngalo ntwanana incinci
Ha ndilapha eRhawutin', ndibusy ndiz'stareli mill
Kuba ndikhulel' ezilalini, ezinye zicing' andazi nix
Hela kutheni nicinga andina line, okanye nicinga ndiyimpatha
Kuba kutheni, yimbeko yam', len'indenza nindinyatse
I'm on some other shit, I can't chase a bitch
I'm tryna get rich, I need my money right now
Aye, I'm the shit, ngikhule ngingena nix
I want them foreign whips, I need that money right now
Pay up, pay up, ngob'uzoqhasha ey
Isgudi snaysi, ndim'uLaqhasha yeah
Pay up, pay up, ngob'uzoqhasha ey, yeah
Isgudi snaysi, ndim'uLaqhasha yeah
Yeah, ithemba ndim endlini, I've been a paps since I was seventeen
Iskathi sokudlal' andinaso, on the mic ndisemsebenzini
Iskhokho goes to Jozi iticket lam' yi single no return
Andinamva andinamphambili rhubuluza go and get the bag
Lomculo uyabhatala bandithembis'izulu nomhlaba
Batheth'amabali ukuphela kwenyanga
Bandiphathel'osis abavula amathanga
Bafuna ndilahle ndi-lose ifocus, angeke balunge ndifung'abaphantsi
Aph'eRhawutini andizang'uzodlala, ndisukel'ekapa ndizobulal'indlala
Trap sisonka sam ngalamagama ndi-feed'usapho lwam'
Ndibhala iintlungu zam' kudala ndilamba ndifuna imali nam'
Ufuna ndithini iCheque ibounce-ile, utheth'ukuthini ukub'ibank ivalile
Ndinik'imali yam' inyang'iphelile, imbungulu phandle uLaqhasha ufikile
I'm on some other shit, I can't chase a bitch
I'm tryna get rich, I need my money right now
Aye, I'm the shit, ngikhule ngingena nix
I want them foreign whips, I need that money right now
Pay up, pay up, ngob'uzoqhasha ey
Isgudi snaysi, ndim'uLaqhasha yeah
Pay up, pay up, ngob'uzoqhasha ey
Isgudi snaysi, ndim'uLaqhasha yeah
I got married to money, if you owe me baba know that I'm coming
I'm always up to somethin', you know the trap be jumpin'
**** finessin', that shit is just funny, well, I'm not a dummy
I don't like assumptions, I'm only after one thing
RIP Joe Mafela, I want the dough kuphela
Me and my **** were broke together, yeah, we got hope forever
Ndim uLaqhasha with no eyepatch
And I'm knocking at your door with this baseball bat
I'm on some other shit, I can't chase a bitch
I'm tryna get rich, I need my money right now
Aye, I'm the shit, ngikhule ngingena nix
I want them foreign whips, I need that money right now
Pay up, pay up, ngob'uzoqhasha ey
Isgudi snaysi, ndim'uLaqhasha yeah
Pay up, pay up, ngob'uzoqhasha ey
Isgudi snaysi, ndim'uLaqhasha yeah
Yeah
Ndim uLaqhasha yeah
Yeah, RIP, Joe Mafela, aye, RIP
Aye, RIP
Isgudi snaysi, ndim uLaqhasha yeah
Isgudi snaysi, ndim uLaqhasha yeah
Isgudi snaysi, ndim uLaqhasha yeah
Written by: Emtee