Lyrics

[Verse 1]
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
[Verse 2]
Ndakhe ndaziva ndithand' ingoma
Ndingawav' athini amazwi
Kodwa ebezam' undomeleza
Hayi ke, nam ndayithand' ingoma
Ngesosingqi sayo simnandi
Ibithetha nam lonke eli xesha
Have you ever been in love?
Ungayazi noba mawuthini
Okanye le nto uyicacisele bani
You feel like it's enough
Kumnandi xa ninobabini
Ikwenza uzive kamnandi
Oh, leyo yingoma yam
[Verse 3]
Ingoma yam, leyo yingoma yam
Ingoma yam
[Verse 4]
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
[Verse 5]
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
[Verse 6]
Olu thando soze lodlulwe tu
I'm always happy when I got you
Kobam' ubomi
Wen' uzisa isizathu
Eyakho imfundumalo iyabodlul' abany' abantu
Le ngoma indifak' emathandweni
Ngoba yiyo endothul' umthwalo emagxeni
Kukh' amaxesh' endizibona ndisengxingweni
Ikwayiyo ezisa ukuphumla emphefumlweni
Ndiyakuthanda ngoma
[Verse 7]
Ingoma yam, leyo yingoma yam
Ingoma yam
[Verse 8]
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
[Verse 9]
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
[Verse 10]
Kudala ndifun' umomelezi wam
Ndizula ndikhangela everywhere
Kwade kwafik' ingoma yam
Ingoma yam
Ingoma yam
[Verse 11]
(Oh, leyo yingoma yam)
[Verse 12]
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
[Verse 13]
Ndiphila ngayo
Ndiphila ngayo
[Verse 14]
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
[Verse 15]
Ndiphila ngayo
Ndiyay'thand' ingoma
Ndiphila ngayo
Written by: Chris Querido, Kitso Seti, Thandeka Mfinyongo
instagramSharePathic_arrow_out