Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Monyake Semito Liphoko
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Monyake Semito Liphoko
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Monyake Semito Liphoko
Producer
Lyrics
Woman teach to learn
Akutshu ukuthi
Ndisisibhanxa wobamnik ndiyimfama
Woman teach to learn
Akutshu ukuthi
Andiboni izinto ozenzayo ha
Ang'otshwa
Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni
Kodwa ngeliny' ilanga uza khala wena
Ndithi
Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni
Ah kodwa ngeliny' ilanga langa uza kuhlupheka
Ungandijongo yami
Yeyayi saphila
Okose kutheye mina
Namothe usand' thowo nina
Ayinge lizwi lami
Eliphelelwe ngamandla
Ndithi akusikizi ukuthetha nawe
Weman ndithi ndiphakamisa izwi
Andisoze nd'bhali
Ijongo liphelile eh
Ubomi buya phelwa ah
Amandla we zandla
Uphuthulwe ngebebantswini
Kungenxa yakho
Wena sthandwa sami
Ndizaku uthule
(Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni)
Ndithule ye ye ye
Kodwa ngeliny' ilanga xoleni na
(Kodwa ngeliny' ilanga uza khala wena)
Uza khala wena
Ayi ndizakuthula
(Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni)
Eksule ndenze ngathi
Engs'weni ngeliny' ilanga uza kuhlupheka wo-ho
(Kodwa ngeliny' ilanga uza kuhlupheka)
Wethu uza kuhlupheka wena
(Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni)
Ndizakothula ndenze ngathi
Engs'weni ngeliny' ilanga uza kwazi kuxhomeka na
(Kodwa ngeliny' ilanga uza khala wena)
Kuthiwa khuleni wena
(Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni)
Thula wena
Uza kunyakazelelela izwi
(Kodwa ngeliny' ilanga uza kuhlupheka)
Kodwa ndiza kube ndithule
Ndiza kuthu, ndiza khuthulele ngoku
(Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni)
Engs'weni ngeliny' ilanga wena
(Kodwa ngeliny' ilanga uza khala wena)
Uza kukhala wedwa
Ndiza kuthu wendiyasulel we we ya ya
(Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni)
Ngomso uza kuhamba uxelela abantu
(Kodwa ngeliny' ilanga uza kuhlupheka)
Uthi wena uphila ntoni
Wembithinthe ungenaxolo
(Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni)
Uza kuthula ndenze ngathi
Engs'weni ngeliny' ilanga wedwa wena na
(Kodwa ngeliny' ilanga uza khala wena)
Uza khala wena
(Ndizauthula ndiyenze ngathi angboni)
Heyi ndenze ngathi
Uza kukhala wena
(Kodwa ngeliny' ilanga uza kuhlupheka)
Khangela ixesha wo-wo
Written by: Monyake Semito Liphoko