Top Songs By Sino Msolo
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Sino Msolo
Performer
COMPOSITION & LYRICS
EL World Music
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Sanele Sithole
Producer
Claudio Jaftha
Producer
Njabulo Mthunzi Ndimande
Producer
Keanen Bekeer
Producer
Lyrics
Njengoba nd'hambil' ekhaya
Akuthi k'zotshintsh'
K'sazoba nje
K'sazofana
Ebend'hamba naye
S'sazohamba nyani
Ebend'thetha naye
S'sazothetha nyani
Nob' eziny' izinto zingatshintsha
Ungaxhali nd'zobe ndilapha mna
Futh' uyandazi wena
Nd'yawagcin' amagam' mna
Kwaye and'zange mna
Ndingabi nakh' uk'thembakala
Jonga, mamela
Jonga, mamela
Andizutshintsha, nd'yak'xelela
Tshintsha, nd'yak'xelela
Bheka, lalela
Bheka, lalela
Ang'zuk'guquka, ng'yak'tshela
Hayi ayingom ishumi
Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nd'zaw'hlala ndinjena
Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nd'zaw'hlala ndinjena
Hay', bo
Nd'zohlala ndinjena, hey
Ndizw' izigi
Kwaye ndizw' inhlokomo, eshe
Izith' emva kwam' zithi s'zoke s'bone
Noma kunjalo
Mina ng'yohlala nginjalo, hay', bo
Bafunge bagomela
Bathi ngeke ng'phumelele
Shi geleke eshe
Ngavele ngaphuma ney'mendlela, yey'
Sekunjalo
Ake niphinde ebenikusho
Jonga, mamela
Jonga, mamela
Andizutshintsha, nd'yak'xelela
Tshintsha, nd'yak'xelela
Bheka, lalela
Bheka, lalela
Ang'zuk'guquka, ng'yak'tshela
Hayi ayingomi esuki
Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nd'zaw'hlala ndinjena
Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nd'zaw'hlala ndinjena
Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nd'zaw'hlala ndinjena
Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nd'zaw'hlala ndinjena
Hayi
Mna ngeke ndiphinde
Hayi
Ngeke ndiphinde, ngeke ndiphinde
Written by: EL World Music