Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Miriam Makeba
Miriam Makeba
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Letta Mbulu
Letta Mbulu
Songwriter

Lyrics

Obexabene oxam bexabene ngengxoxo
Bexakwe yinxuba xaka
Obexabene oxam bexabene ngengxoxo
Bexakwe yinxuba xaka
Ayke legqi igqeya laxinge qingeni
Beliqada bo ngeqodo leqhude
Ayke legqi igqeya laxinge qingeni
Beliqada mama ngeqodo leqhude
Obexabene oxam bexabene ngengxoxo (hho lala)
Bexakwe yinxuba xaka (hho lalala)
Obexabene oxam bexabene ngengxoxo (hho lala hho lala)
Bexakwe yinxuba xaka
Ayke legqi igqeya laxinge qingeni
Beliqada bo ngeqodo leqhude
Ayke legqi igqeya laxinge qingeni
Beliqada mama ngeqodo leqhude
Ayke legqi igqeya laxinge qingeni (hho lala hho lala)
Beliqada bo ngeqodo leqhude (hho lala hho lala)
Ayke legqi igqeya laxinge qingeni (hho lala hho lala)
Beliqada mama ngeqodo leqhude (hho lala hho lala)
Obexabene oxam bexabene ngengxoxo (hho lala hho lala)
Bexakwe yinxuba xaka (wena lalalala)
Obexabene oxam bexabene ngengxoxo (Obexabene oxam bexabene ngengxoxo)
Hho hham hho hham
Hho ya hho lala ho hham halahham
Written by: Letta Mbulu
instagramSharePathic_arrow_out