Top Songs By Mpho.Wav
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Mpho.Wav
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Mpho Gift Mohlong
Composer
Bukeka Anita Sam
Songwriter
Lyrics
Amasela namanxila
Abaphangi namabhada
Bonke bayabizwa nguwe
Oohhh ohhhoo
Akwakhethwa nalubala
Kwafelwa zonk'intlanga
Wen'usemazulwini zulwini
Unga bonke bangafikelela
Ekuyazin'inyaniso
Unga bonke bangafikelela
Ekuyazin'inyaniso
Unga bonke bangafikelela
Ekuyazin'inyaniso
Siyakhahlela kuwe
Wen'o kwele sithath'uzulu
Elesithath'izulu
Sithi bayethe kuwe
Aaah Mhlekaz'omhle
Aaah Mhlekaz'omhle
Siyakhahlela kuwe
Wen'o kwele sithath'uzulu
Elesithath'izulu
Sithi bayethe kuwe
Aaah Mhlekaz'omhle
Aaah Mhlekaz'omhle
Aaahhaahaaaaa
Iyheeehahahaa
Aaahhaahaaaaa
Iyheeehahahaa
Aaahhaahaaaaa
Iyheeehahahaa
Aaah Mhlekaz'omhle
Haahahahaa
Aah Mhlekaz'omhle
Written by: Bukeka Anita Sam, Mpho Gift Mohlong